Используйте приложение APKPure
Историческую версию Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) можно получить на Android
Umdlalo wemfundo owanceda abantwana bafunde ukufunda
Tyisa umhlobo wam ufundisa umntwana wakho izinto ezisisiseko zokufunda. Ukuqoqa amaqanda e-monster uze ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula baby ngabahlobo abatsha!
ИНТОНИ И-ТИИСА УМХЛОБО ВАМ?
Tyisa umhlobo wam isebnisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwana Banandipha ukuqokelela nokkhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni.
YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA, AKHUKHO NTENGISO, AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO!
Yonke in ikhululekile kwi-100%, idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo Curious Learning, CET, kunye Apps Factory.
IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA
• Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana
• Игры с отслеживанием букв, помогающие читать и писать Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala
• Имидлало йокукхумбула есигама
• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela
• Ingxelo yophuhliso kubazali
• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye
• Izilwanyana eziqokelekayo, eziguquguqukayo kunye nezolisayo
• Yenzelwe ukukhuthhaza izkhono zentlalo-zengqondo
• Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo
• Akukho ntengiso
• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo
PHUHLISWA YI NGCALI NGEMNTWANA WAKHO
Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izkhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda. Eyakhelwemalunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana, yenzelwe ukukhuthhaza uvelwano, ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana.
SINGOOBANI NA KE THINA?
Tyisa umhlobo wam eyayixhaswa ngu - Министерство иностранных дел Норвегии, njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuliswa njengentsebiziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory, CET – Центр образовательных технологий и IRC – Международный комитет спасения.
Tyisa umhlobo wam yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCurious Learning, engenzi nzuzo ezinikezelwe ekkhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi - kwaye bazama ukuzisa uhlelo lokuseбенза lwe-Tyisa umhlobo wam kwiilwyo kelwihteka ezili-10
-----
Feed The Monster учит детей основам чтения в isiXhosa. Собирайте яйца монстров и кормите их буквами, чтобы они могли стать новыми друзьями!
ЧТО ТАКОЕ КОРМИТЕ МОНСТРА?
Feed The Monster использует проверенные методы «игры, чтобы учиться», чтобы увлечь детей и помочь им научиться читать. Детям нравится собирать и выращивать домашних монстров, изучая основы чтения.
СКАЧИВАЙТЕ БЕСПЛАТНО, БЕЗ РЕКЛАМЫ, БЕЗ ПОКУПОК В ПРИЛОЖЕНИИ!
Весь контент на 100% бесплатен, создан некоммерческими организациями Curious Learning и CET и представлен в Южной Африке при поддержке BellaVista School.
ОСОБЕННОСТИ ИГРЫ ДЛЯ РАЗВИТИЯ НАВЫКОВ ЧТЕНИЯ:
• Веселые и увлекательные головоломки
• Игры с прослеживанием букв, помогающие читать и писать
• Игры на запоминание словарного запаса
• Сложные звуковые уровни
• Родительский отчет о прогрессе
• Многопользовательский вход для индивидуального прогресса пользователя.
• Коллекционные, развивающиеся и забавные монстры
• Никаких покупок в приложении
• Без рекламы
• Не требуется подключение к Интернету
РАЗРАБОТАНО ЭКСПЕРТАМИ ДЛЯ ВАШЕГО РЕБЕНКА.
Игра основана на многолетних исследованиях и опыте в области науки о грамотности. Он включает в себя ключевые навыки грамотности, в том числе фонологическую осведомленность, распознавание букв, фонетику, словарный запас и чтение слов с глазу на глаз, чтобы дети могли развить прочную основу для чтения. Созданная на основе концепции ухода за коллекцией монстров, она призвана поощрять сочувствие, настойчивость и социально-эмоциональное развитие детей.
Last updated on 03/08/2022
Minor bug fixes and improvements. Install or update to the newest version to check it out!
Загрузил
Ãmi Ňã
Требуемая версия Android
Android 4.4W+
Категория
Жаловаться
Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)
102 by Curious Learning
03/08/2022